03/08/2024
UBOMI BAM
â—‹Elokusabela ndingu zimingonaphakade mda ndizalwa ngunolwando ongasekhoyo kunye no zwilakhe mda umama notata babetshatile kodwa ke kwafika ukufa kumama kwamthatha ngoku ndihlala no tata kunye nomfazi wakhe u siyolise kunye no mntwana wakhe u sakhumzi utata uphangela egoli ixesha elinintsi ulichitha khona . sihlala kuqumbu kwilali ebizwa ngoba kuse ncalukeni ,akhonto imnandi ke kwelikhaya ndihlala kulo ngoba ndenziwa u anti yonke into yenziwa ndim
ndiyi nkwenkwe mna no sakhumzi siyalingana ngokwe minyaka Sina 16 years sifunda u grade 11 Sobabini .xhomani ibhatyi zenu namkelekile kwelikhaya,khanize nizova Ukuba sithetha ukuthini esisihloko sithi NEZAM INYEMBEZI ZIZOSULWA .
PLZ REACT COMMENT SHARE...
Don't forget to invite your friends..